INdumiso 34:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Zininzi iintlekele ezihlela olilungisa,+Kodwa uYehova ulihlangula kuzo zonke.+ INdumiso 145:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 UYehova uyabaxhasa bonke abawayo,+Yaye uyabaphakamisa bonke abaqubudileyo.+ IMizekeliso 24:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba ilungisa lisenokuwa kasixhenxe, yaye ngokuqinisekileyo liya kuvuka;+ kodwa abangendawo baya kwenziwa bakhubeke ngentlekele.+
16 Kuba ilungisa lisenokuwa kasixhenxe, yaye ngokuqinisekileyo liya kuvuka;+ kodwa abangendawo baya kwenziwa bakhubeke ngentlekele.+