Isaya 31:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Njengeentaka eziphaphazelayo, uya kwenjenjalo uYehova wemikhosi ukuyikhusela iYerusalem.+ Ngokuqinisekileyo uya kuyikhusela, ayihlangule.+ Uya kuyikhetha, ayisindise.” Isaya 46:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwanasebudaleni bukabani isekwaNdim;+ nasekubeni ubani abe yingwevu ndiya kuqhubeka ndithwele.+ Ngokuqinisekileyo mna ndiya kusebenza,+ ukuze ndithwale nokuze ndifunqule ndize ndisindise.+ 1 Korinte 10:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Akukho sihendo sinibambileyo ngaphandle koko kuqhelekileyo ebantwini.+ Kodwa uThixo uthembekile,+ yaye akayi kuniyekela nihendwe ngaphaya koko ninokukuthwala,+ kodwa kunye nesihendo eso uya kwenza nendlela yokuphuma+ ukuze nikwazi ukusinyamezela.
5 Njengeentaka eziphaphazelayo, uya kwenjenjalo uYehova wemikhosi ukuyikhusela iYerusalem.+ Ngokuqinisekileyo uya kuyikhusela, ayihlangule.+ Uya kuyikhetha, ayisindise.”
4 Kwanasebudaleni bukabani isekwaNdim;+ nasekubeni ubani abe yingwevu ndiya kuqhubeka ndithwele.+ Ngokuqinisekileyo mna ndiya kusebenza,+ ukuze ndithwale nokuze ndifunqule ndize ndisindise.+
13 Akukho sihendo sinibambileyo ngaphandle koko kuqhelekileyo ebantwini.+ Kodwa uThixo uthembekile,+ yaye akayi kuniyekela nihendwe ngaphaya koko ninokukuthwala,+ kodwa kunye nesihendo eso uya kwenza nendlela yokuphuma+ ukuze nikwazi ukusinyamezela.