INdumiso 22:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ndiya kulivakalisa kubazalwana bam+ igama lakho;+Phakathi ebandleni ndiya kukudumisa.+ INdumiso 35:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ndiya kukubonga ebandleni elikhulu;+Ndiya kukudumisa phakathi kwesizwana esikhulu.+