INdumiso 42:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kutheni na uphelelwe lithemba, mphefumlo wam,+Kutheni na uxokozela ngaphakathi kum?+Lindela kuThixo,+Kuba ndisaya kumbonga njengosindiso oluzukileyo lwam siqu.+
5 Kutheni na uphelelwe lithemba, mphefumlo wam,+Kutheni na uxokozela ngaphakathi kum?+Lindela kuThixo,+Kuba ndisaya kumbonga njengosindiso oluzukileyo lwam siqu.+