INdumiso 49:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Umlomo wam uya kuthetha izinto zobulumko,+Nokucamngca kwentliziyo yam kuya kuba kokwezinto zokuqonda.+
3 Umlomo wam uya kuthetha izinto zobulumko,+Nokucamngca kwentliziyo yam kuya kuba kokwezinto zokuqonda.+