INgoma yazo iiNgoma 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Isithandwa sam sindiphendulile saza sathi kum, ‘Phakama, ntombazana eliqabane lam, nzwakazi yam,+ yiza sihambe.+ ISityhilelo 14:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Aba ngabo bangazange bazenze nqambi ngabafazi;+ enyanisweni, banyulu.+ Aba ngabo bahlala beyilandela iMvana kungakhathaliseki apho iya khona.+ Aba bathengwa+ phakathi koluntu njengeentlahlela+ kuThixo nakuyo iMvana,
10 Isithandwa sam sindiphendulile saza sathi kum, ‘Phakama, ntombazana eliqabane lam, nzwakazi yam,+ yiza sihambe.+
4 Aba ngabo bangazange bazenze nqambi ngabafazi;+ enyanisweni, banyulu.+ Aba ngabo bahlala beyilandela iMvana kungakhathaliseki apho iya khona.+ Aba bathengwa+ phakathi koluntu njengeentlahlela+ kuThixo nakuyo iMvana,