INgoma yazo iiNgoma 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ndiyanifungisa,+ zintombi zaseYerusalem, ngamabhadakazi+ okanye ngamaxhamakazi+ asendle, ukuba ningazami ukuluvusa okanye ukuluvuselela uthando lwam lude luzivukele ngokwalo.+ INgoma yazo iiNgoma 5:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Sahluke njani isithandwa sakho kwisithandwa somnye,+ nzwakazi ibalaseleyo phakathi kwamabhinqa?+ Sahluke njani isithandwa sakho kunesinye isithandwa, ukuba wenjenje ukusifungisa?”+ INgoma yazo iiNgoma 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Siye phi na isithandwa sakho, wena uyeyona nzwakazi phakathi kwamabhinqa?+ Sijikele ngaphi na isithandwa sakho, ukuze sikufunise sona?”
7 Ndiyanifungisa,+ zintombi zaseYerusalem, ngamabhadakazi+ okanye ngamaxhamakazi+ asendle, ukuba ningazami ukuluvusa okanye ukuluvuselela uthando lwam lude luzivukele ngokwalo.+
9 “Sahluke njani isithandwa sakho kwisithandwa somnye,+ nzwakazi ibalaseleyo phakathi kwamabhinqa?+ Sahluke njani isithandwa sakho kunesinye isithandwa, ukuba wenjenje ukusifungisa?”+
6 “Siye phi na isithandwa sakho, wena uyeyona nzwakazi phakathi kwamabhinqa?+ Sijikele ngaphi na isithandwa sakho, ukuze sikufunise sona?”