Genesis 6:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko uThixo wawubona umhlaba yaye, khangela! wonakele,+ kuba yonke inyama yayiyonakalisile indlela yayo emhlabeni.+ INdumiso 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndisindise,+ Yehova, kuba lowo unyanisekileyo ufikelele esiphelweni;+Kuba abantu abathembekileyo bathe shwaka phakathi koonyana babantu. INdumiso 14:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Bonke baphambukile,+ bonke bonakele ngokufanayo;+Akukho namnye owenza okulungileyo,+Nokuba abe mnye.+ INtshumayeli 7:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuba akukho mntu ulilungisa emhlabeni oqhubeka esenza okulungileyo angoni.+ Roma 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Bonke abantu baphambukile, xa bebonke baye ababi nto yanto; akukho namnye owenza ububele, akukho nokuba abe mnye.”+
12 Ngoko uThixo wawubona umhlaba yaye, khangela! wonakele,+ kuba yonke inyama yayiyonakalisile indlela yayo emhlabeni.+
12 Ndisindise,+ Yehova, kuba lowo unyanisekileyo ufikelele esiphelweni;+Kuba abantu abathembekileyo bathe shwaka phakathi koonyana babantu.
3 Bonke baphambukile,+ bonke bonakele ngokufanayo;+Akukho namnye owenza okulungileyo,+Nokuba abe mnye.+
12 Bonke abantu baphambukile, xa bebonke baye ababi nto yanto; akukho namnye owenza ububele, akukho nokuba abe mnye.”+