Isaya 30:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 ke ngoko esi siphoso siya kuba njengecandelo eliqhekekileyo kuni elisele liza kuwa, ukukhukhumala eludongeni okuphakamileyo ukuya phezulu,+ okuthi ukuwa kwalo kufike ngequbuliso, ngephanyazo.+
13 ke ngoko esi siphoso siya kuba njengecandelo eliqhekekileyo kuni elisele liza kuwa, ukukhukhumala eludongeni okuphakamileyo ukuya phezulu,+ okuthi ukuwa kwalo kufike ngequbuliso, ngephanyazo.+