INdumiso 55:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kodwa wena ke, Thixo, uya kubehlisela kowona mhadi usezantsi.+Ke abantu abanetyala legazi nabanenkohliso, abayi kuphila nesiqingatha semihla yabo.+Mna ke, ndiya kukholosa ngawe.+ Hezekile 18:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “‘Xa lowo ulilungisa ebuya ebulungiseni bakhe aze okunene enze okungekho sikweni,+ afe ngenxa yoko, uya kufa ngenxa yokungekho sikweni akwenzileyo.+ Luka 13:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Eneneni, ndithi kuni, akunjalo; kodwa, ukuba anithanga niguquke, notshatyalaliswa nonke ngendlela efanayo.”+
23 Kodwa wena ke, Thixo, uya kubehlisela kowona mhadi usezantsi.+Ke abantu abanetyala legazi nabanenkohliso, abayi kuphila nesiqingatha semihla yabo.+Mna ke, ndiya kukholosa ngawe.+
26 “‘Xa lowo ulilungisa ebuya ebulungiseni bakhe aze okunene enze okungekho sikweni,+ afe ngenxa yoko, uya kufa ngenxa yokungekho sikweni akwenzileyo.+
5 Eneneni, ndithi kuni, akunjalo; kodwa, ukuba anithanga niguquke, notshatyalaliswa nonke ngendlela efanayo.”+