INdumiso 29:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UYehova uya kubanika amandla ngokwenene abantu bakhe.+UYehova uya kubasikelela ngoxolo abantu bakhe.+ Isaya 40:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 kodwa abo bathembela+ kuYehova baya kufumana amandla kwakhona.+ Baya kunyuka ngamaphiko njengeenkozi.+ Baya kubaleka baze bangatyhafi; baya kuhamba bangadinwa.”+ Zekariya 10:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndiza kubenza abongamileyo kuYehova,+ baya kuhambahamba egameni lakhe,’+ utsho uYehova.”
11 UYehova uya kubanika amandla ngokwenene abantu bakhe.+UYehova uya kubasikelela ngoxolo abantu bakhe.+
31 kodwa abo bathembela+ kuYehova baya kufumana amandla kwakhona.+ Baya kunyuka ngamaphiko njengeenkozi.+ Baya kubaleka baze bangatyhafi; baya kuhamba bangadinwa.”+