1 Kumkani 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 nam ndiza kumnqumla uSirayeli phezu komhlaba endimnike wona;+ nendlu endiyingcwalisele igama lam ndiya kuyilahla phambi kwam,+ yaye uSirayeli uya kuba ngumzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke. INdumiso 44:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Usimisa njengomzekelo phakathi kweentlanga,+Abokuhlunguzelelwa intloko phakathi kwamaqela eentlanga.+ Yeremiya 24:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ndiza kubanikela ukuba bangcangcazeliswe, babe yinto yentlekele, kuzo zonke izikumkani zomhlaba,+ babe lungcikivo+ nomzekelo, babe sisigculelo nesiqalekiso,+ kuzo zonke iindawo endiya kubasasazela kuzo.+
7 nam ndiza kumnqumla uSirayeli phezu komhlaba endimnike wona;+ nendlu endiyingcwalisele igama lam ndiya kuyilahla phambi kwam,+ yaye uSirayeli uya kuba ngumzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke.
14 Usimisa njengomzekelo phakathi kweentlanga,+Abokuhlunguzelelwa intloko phakathi kwamaqela eentlanga.+
9 ndiza kubanikela ukuba bangcangcazeliswe, babe yinto yentlekele, kuzo zonke izikumkani zomhlaba,+ babe lungcikivo+ nomzekelo, babe sisigculelo nesiqalekiso,+ kuzo zonke iindawo endiya kubasasazela kuzo.+