2 Kronike 16:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba, ngokubhekisele kuYehova, amehlo akhe+ asingasinga emhlabeni wonke+ ukuba ababonise amandla abo bantliziyo+ ziphelele kuye. Wenze ngobudenge+ ngenxa yoku, ngoko ukususela ngoku kuse phambili kuya kubakho iimfazwe nxamnye nawe.”+ Isaya 26:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Abo bazimasekileyo uyabalondoloza, bahlale benoxolo,+ kuba bakholose ngawe.+
9 Kuba, ngokubhekisele kuYehova, amehlo akhe+ asingasinga emhlabeni wonke+ ukuba ababonise amandla abo bantliziyo+ ziphelele kuye. Wenze ngobudenge+ ngenxa yoku, ngoko ukususela ngoku kuse phambili kuya kubakho iimfazwe nxamnye nawe.”+