Eksodus 14:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ekugqibeleni uYehova wathi kuMoses: “Yolula isandla sakho phezu kolwandle,+ ukuze amanzi abuyele phezu kwamaYiputa, neenqwelo zawo zokulwa, namajoni awo akhwele emahasheni.” INdumiso 87:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndiya kumkhankanya uRahabhi+ neBhabhiloni+ phakathi kwabo bandaziyo;Nali elamaFilisti+ neTire, kunye noKushe:“Lo ngulowo wazalelwa apho.”+ Isaya 30:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 AmaYiputa angamampunge, noncedo lwawo luya kuba lilize.+ Ngoko ke lo ndimbize ngokuthi: “Rahabhi+—bahleli bazola.” Isaya 51:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Vuka, vuka, yambatha amandla,+ ngalo kaYehova!+ Vuka njengakwimihla yakudala, njengasebudeni bezizukulwana zamaxesha akudala.+ Asinguwe na lowo watshitshisa uRahabhi,+ owahlaba isilo esikhulu saselwandle?+
26 Ekugqibeleni uYehova wathi kuMoses: “Yolula isandla sakho phezu kolwandle,+ ukuze amanzi abuyele phezu kwamaYiputa, neenqwelo zawo zokulwa, namajoni awo akhwele emahasheni.”
4 Ndiya kumkhankanya uRahabhi+ neBhabhiloni+ phakathi kwabo bandaziyo;Nali elamaFilisti+ neTire, kunye noKushe:“Lo ngulowo wazalelwa apho.”+
7 AmaYiputa angamampunge, noncedo lwawo luya kuba lilize.+ Ngoko ke lo ndimbize ngokuthi: “Rahabhi+—bahleli bazola.”
9 Vuka, vuka, yambatha amandla,+ ngalo kaYehova!+ Vuka njengakwimihla yakudala, njengasebudeni bezizukulwana zamaxesha akudala.+ Asinguwe na lowo watshitshisa uRahabhi,+ owahlaba isilo esikhulu saselwandle?+