INdumiso 51:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Buyisela kum ukugcoba ngosindiso lwakho,+Yaye ngamana ungandixhasa ngomoya ovumayo.+ Isaya 40:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 kodwa abo bathembela+ kuYehova baya kufumana amandla kwakhona.+ Baya kunyuka ngamaphiko njengeenkozi.+ Baya kubaleka baze bangatyhafi; baya kuhamba bangadinwa.”+
31 kodwa abo bathembela+ kuYehova baya kufumana amandla kwakhona.+ Baya kunyuka ngamaphiko njengeenkozi.+ Baya kubaleka baze bangatyhafi; baya kuhamba bangadinwa.”+