IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 136:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Lowo unika inyama yonke ukutya:+

      Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo;+

  • INdumiso 145:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Amehlo onke akhangela kuwe ngethemba,+

      Kwaye uyabanika ukutya kwabo ngexesha lako.+

  • INdumiso 147:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Unika izilo ukutya kwazo,+

      Amantshontsho ehlungulu aqhubeka ekhala.+

  • Mateyu 6:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Qwalaselani ngenyameko iintaka+ zezulu, ngokuba azihlwayeli mbewu, azivuni yaye azihlanganisi koovimba; ukanti uYihlo osemazulwini uyazondla. Anixabisekanga ngaphezu kwazo na?+

  • Mateyu 24:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 “Ngubani ngokwenene olikhoboka elithembekileyo neliyingqondi+ ethe inkosi yalo yalimisela phezu kwempahla yendlu yayo, ukuze liyinike ukutya kwayo ngexesha elifanelekileyo?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share