Numeri 14:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ekugqibeleni wathi uYehova kuMoses: “Kuya kude kube nini na+ singandihloneli+ esi sizwana, yaye kuya kude kube nini na singakholwa kum ngemiqondiso yonke endiyenzileyo phakathi kwaso?+ Hebhere 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngoko siyabona ukuba ababanga nakungena ngenxa yokuswela ukholo.+
11 Ekugqibeleni wathi uYehova kuMoses: “Kuya kude kube nini na+ singandihloneli+ esi sizwana, yaye kuya kude kube nini na singakholwa kum ngemiqondiso yonke endiyenzileyo phakathi kwaso?+