Genesis 17:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Ndiza kuwuphumeza umnqophiso wam ophakathi kwam nawe+ nembewu yakho emva kwakho ngokwezizukulwana zayo, ube ngumnqophiso wexesha elingenammiselo,+ ukuze ndizingqine ndinguThixo kuwe nakwimbewu yakho emva kwakho.+ Genesis 22:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ngokuqinisekileyo ndiya kukusikelela yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuyandisa imbewu yakho njengeenkwenkwezi zasemazulwini nanjengentlabathi eselunxwemeni lolwandle;+ kwaye imbewu yakho iya kulidla ilifa isango leentshaba zayo.+ INdumiso 14:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Apho bazaliswa lunkwantyo olukhulu,+Kuba uYehova uphakathi kwesizukulwana sabangamalungisa.+ INdumiso 24:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Esi sisizukulwana sabo bamfunayo,Sabo bafuna ubuso bakho, [Thixo] kaYakobi.+ Seʹlah.
7 “Ndiza kuwuphumeza umnqophiso wam ophakathi kwam nawe+ nembewu yakho emva kwakho ngokwezizukulwana zayo, ube ngumnqophiso wexesha elingenammiselo,+ ukuze ndizingqine ndinguThixo kuwe nakwimbewu yakho emva kwakho.+
17 ngokuqinisekileyo ndiya kukusikelela yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuyandisa imbewu yakho njengeenkwenkwezi zasemazulwini nanjengentlabathi eselunxwemeni lolwandle;+ kwaye imbewu yakho iya kulidla ilifa isango leentshaba zayo.+