INdumiso 13:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndiya kumvumela ingoma uYehova, kuba uqhubene nam ngokunomvuzo.+ INdumiso 119:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Yenza ngokufanelekileyo kumkhonzi wakho, ukuze ndiphile+Nokuze ndigcine ilizwi lakho.+ INdumiso 145:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 UYehova uyabalinda bonke abo bamthandayo,+Kodwa bonke abangendawo uya kubabhubhisa.+ Hebhere 11:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngaphezu koko, ngaphandle kokholo+ akunakwenzeka ukumkholisa kakuhle,+ kuba lowo uzayo kuThixo umele akholwe ukuba ukho+ nokuba ungumvuzi+ wabo bamfuna ngenyameko.+
6 Ngaphezu koko, ngaphandle kokholo+ akunakwenzeka ukumkholisa kakuhle,+ kuba lowo uzayo kuThixo umele akholwe ukuba ukho+ nokuba ungumvuzi+ wabo bamfuna ngenyameko.+