Genesis 15:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wakholwa ke yena kuYehova;+ yaye wakubalela kuye oko njengobulungisa.+ 2 Korinte 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke kaloku ngenxa yokuba sinomoya ofanayo wokholo njengalowo ekubhalwe ngawo kwathiwa: “Ndabonisa ukholo, ke ngoko ndathetha,”+ nathi sibonisa ukholo yaye ke ngoko siyathetha, Hebhere 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ukholo+ lululindelo oluqinisekisiweyo lwezinto ezithenjiweyo,+ ubungqina obucacileyo bezinto zokwenene nangona zingabonwa.+
13 Ke kaloku ngenxa yokuba sinomoya ofanayo wokholo njengalowo ekubhalwe ngawo kwathiwa: “Ndabonisa ukholo, ke ngoko ndathetha,”+ nathi sibonisa ukholo yaye ke ngoko siyathetha,
11 Ukholo+ lululindelo oluqinisekisiweyo lwezinto ezithenjiweyo,+ ubungqina obucacileyo bezinto zokwenene nangona zingabonwa.+