INdumiso 146:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Musani ukukholosa ngezidwangube,+Nangonyana womntu wasemhlabeni, lowo ungenalo usindiso.+ Roma 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Nakanye! Kodwa uThixo makafunyaniswe enenyaniso,+ nakuba wonke umntu efunyaniswa elixoki,+ kwananjengokuba kubhaliwe kwathiwa: “Ukuze ungqinwe ulilungisa emazwini akho yaye uphumelele xa ugwetywa.”+
4 Nakanye! Kodwa uThixo makafunyaniswe enenyaniso,+ nakuba wonke umntu efunyaniswa elixoki,+ kwananjengokuba kubhaliwe kwathiwa: “Ukuze ungqinwe ulilungisa emazwini akho yaye uphumelele xa ugwetywa.”+