INdumiso 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ookumkani bomhlaba basuke bema+Namagosa aphakamileyo abuthene ndawonye njengamntu mnye+Nxamnye noYehova+ nomthanjiswa wakhe,+ Zekariya 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuya kuthi ke ngaloo mini+ iYerusalem ndiyenze ilitye elinzima+ kuzo zonke izizwana. Bonke abo baliphakamisayo nakanjani na baya kukrweleka ngokuqatha; yaye ngokuqinisekileyo zonke iintlanga zomhlaba ziya kuyihlanganyela.+
2 Ookumkani bomhlaba basuke bema+Namagosa aphakamileyo abuthene ndawonye njengamntu mnye+Nxamnye noYehova+ nomthanjiswa wakhe,+ Zekariya 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuya kuthi ke ngaloo mini+ iYerusalem ndiyenze ilitye elinzima+ kuzo zonke izizwana. Bonke abo baliphakamisayo nakanjani na baya kukrweleka ngokuqatha; yaye ngokuqinisekileyo zonke iintlanga zomhlaba ziya kuyihlanganyela.+
3 Kuya kuthi ke ngaloo mini+ iYerusalem ndiyenze ilitye elinzima+ kuzo zonke izizwana. Bonke abo baliphakamisayo nakanjani na baya kukrweleka ngokuqatha; yaye ngokuqinisekileyo zonke iintlanga zomhlaba ziya kuyihlanganyela.+