IZenzo 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 ke yena uMmeli Oyintloko wobomi nambulala.+ Kodwa uThixo wamvusa kwabafileyo, sibakala eso thina esingamangqina aso.+ IZenzo 5:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 UThixo wamphakamisela ngasekunene+ kwakhe njengoMmeli Oyintloko+ noMsindisi,+ ukuze anike uSirayeli inguquko+ noxolelo lwezono.+
15 ke yena uMmeli Oyintloko wobomi nambulala.+ Kodwa uThixo wamvusa kwabafileyo, sibakala eso thina esingamangqina aso.+
31 UThixo wamphakamisela ngasekunene+ kwakhe njengoMmeli Oyintloko+ noMsindisi,+ ukuze anike uSirayeli inguquko+ noxolelo lwezono.+