IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 23:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 “Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi, ‘Ngosuku lweshumi elinesihlanu kule nyanga yesixhenxe yoba ngumthendeleko weminquba weentsuku ezisixhenxe kuYehova.+

  • Mateyu 21:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Inkoliso yesihlwele yandlala izambatho zayo zangaphezulu+ endleleni, ngoxa abanye bagawula amasebe emithini, bawandlala endleleni.+

  • Yohane 12:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 sathabatha amasebe emithi yesundu+ saza saphuma saya kumhlangabeza. Kwaye sakhwaza sisithi:+ “Sindisa, siyakuthandaza!+ Usikelelwe lowo uza egameni likaYehova,+ nokwangukumkani+ kaSirayeli!”

  • ISityhilelo 7:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Emva koko, khangela! ndabona naso isihlwele+ esikhulu, ekungekho mntu wakwaziyo ukusibala, siphuma kuzo zonke iintlanga+ nezizwe nezizwana+ neelwimi,+ simi phambi kwetrone+ naphambi kweMvana, sambethe imiwunduzo+ emhlophe; yaye kwakukho amasebe+ esundu ezandleni zaso.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share