IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 52:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Kodwa ndiya kuba njengomthi womnquma onabileyo endlwini kaThixo;+

      Ndikholosa ngobubele bothando bukaThixo ukusa kwixesha elingenammiselo, ngonaphakade.+

  • INdumiso 144:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Abathi: “Oonyana bethu banjengezityalo ezincinane ezikhulayo ebutsheni babo,+

      Iintombi zethu zinjengeembombo ezikrolwe ngesimbo sebhotwe,

  • Hoseya 14:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Amasetyana akhe aya kunaba, isidima sakhe siya kuba njengesomnquba,+ yaye ivumba lakhe elimnandi liya kuba njengelaseLebhanon.

  • Roma 11:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kuba ukuba waye wagawulwa kumnquma ongowasendle ngemvelo waza ngokwahlukileyo kwimvelo wamiliselwa+ kumnquma wasemyezweni, kuya kuba kangakanani na ke ngaba bangabemvelo ukumiliselwa kumnquma wabo!+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share