IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 7:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 wandula ke ukumkani wathi kuNatan+ umprofeti: “Yabona, ke, ndihlala endlwini yemisedare+ ngoxa ityeya kaTHIXO oyinyaniso ihlala phakathi kwamalaphu entente.”+

  • 1 Kronike 15:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ngoko uDavide wamhlanganisela eYerusalem+ wonke uSirayeli ukuba azise ityeya+ kaYehova endaweni yayo awayeyilungiselele yona.

  • 1 Kronike 15:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Waza wahlabela mgama wathi kubo: “Niziintloko+ zooyise babaLevi. Zingcwaliseni,+ nina nabazalwana benu, nize ninyuse ityeya kaYehova uTHIXO kaSirayeli ize kwindawo endiyilungiselele yona.

  • IZenzo 7:46
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 46 Wakholeka+ emehlweni kaThixo waza wacela ilungelo lokulungiselela+ uTHIXO kaYakobi indawo yokuhlala.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share