IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 1:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Le ncwadi yomthetho ayifanele isuke emlonyeni wakho,+ yaye umele uyifunde ngesandi esiphantsi imini nobusuku, ukuze wenze ngenyameko ngokuvumelana nako konke oko kubhalwe kuyo;+ kuba ke ngoko uya kuyenza iphumelele indlela yakho wandule ke wenze ngobulumko.+

  • INdumiso 35:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Nolwimi maluvakalise ngelizwi eliphantsi ubulungisa bakho,+

      Indumiso yakho imini yonke.+

  • INdumiso 119:97
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  97 Hayi indlela endiwuthanda ngayo umthetho wakho!+

      Imini le yonke ndiwuxhalabele.+

  • 1 Timoti 4:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ziphonononge ezi zinto;+ wendele kuzo, ukuze ukuhambela kwakho phambili+ kubonakale ebantwini bonke.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share