INdumiso 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba uwuphumezile umgwebo wam nebango lam;+Uhleli etroneni ugweba ngobulungisa.+ INdumiso 10:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ukuze uyigwebe inkwenkwe engenayise nalowo utyunyuziweyo,+Ukuze umntu ofayo ongowasemhlabeni angabangeli ukungcangcazela kwakhona.+ INdumiso 22:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba akadelanga+Engazothekanga ngenkxwaleko yoxhwalekileyo;+Ibe ubuso bakhe akabufihlanga kuye,+Yaye xa ekhalela uncedo kuye umvile.+ INdumiso 72:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Makabagwebe abaxhwalekileyo ebantwini,+Makabasindise oonyana babo bangamahlwempu,Makamtyumze lowo uqhathayo.
18 Ukuze uyigwebe inkwenkwe engenayise nalowo utyunyuziweyo,+Ukuze umntu ofayo ongowasemhlabeni angabangeli ukungcangcazela kwakhona.+
24 Kuba akadelanga+Engazothekanga ngenkxwaleko yoxhwalekileyo;+Ibe ubuso bakhe akabufihlanga kuye,+Yaye xa ekhalela uncedo kuye umvile.+
4 Makabagwebe abaxhwalekileyo ebantwini,+Makabasindise oonyana babo bangamahlwempu,Makamtyumze lowo uqhathayo.