2 Samuweli 22:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 UThixo wam liliwa lam.+ Ndiya kusabela kuye,Ulikhaka lam+ nophondo lwam+ losindiso, indawo yam ephakamileyo nenqabisekileyo,+Nendawo endisabela kuyo,+ uMsindisi wam;+ undisindisa kugonyamelo.+ INdumiso 18:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UYehova yingxondorha yam negwiba lam noMsindisi wam.+UThixo wam liliwa lam. Ndiya kusabela kuye,+Ulikhaka lam nophondo lwam losindiso, indawo yam ephakamileyo nenqabisekileyo.+ INdumiso 40:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kodwa mna ndixhwalekile yaye ndilihlwempu.+UYehova uyandigqala.+Uluncedo lwam noMsindisi wam.+Owu Thixo wam, musa ukulibala kakhulu.+
3 UThixo wam liliwa lam.+ Ndiya kusabela kuye,Ulikhaka lam+ nophondo lwam+ losindiso, indawo yam ephakamileyo nenqabisekileyo,+Nendawo endisabela kuyo,+ uMsindisi wam;+ undisindisa kugonyamelo.+
2 UYehova yingxondorha yam negwiba lam noMsindisi wam.+UThixo wam liliwa lam. Ndiya kusabela kuye,+Ulikhaka lam nophondo lwam losindiso, indawo yam ephakamileyo nenqabisekileyo.+
17 Kodwa mna ndixhwalekile yaye ndilihlwempu.+UYehova uyandigqala.+Uluncedo lwam noMsindisi wam.+Owu Thixo wam, musa ukulibala kakhulu.+