1 Kronike 29:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Bobakho, Yehova, ubukhulu+ namandla+ nobuhle+ nokubalasela+ nesidima;+ kuba yonk’ into esemazulwini nesemhlabeni yeyakho.+ Bobakho ubukumkani,+ Yehova, Wena uphakamileyo njengentloko yezinto zonke.+ Mateyu 4:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Wandula ke walijikeleza+ lonke elaseGalili,+ efundisa kwizindlu zabo zesikhungu,+ eshumayela iindaba ezilungileyo zobukumkani kwaye ephilisa lonke uhlobo lwesifo+ nalo lonke uhlobo lobulwelwe ebantwini. Luka 10:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 yaye philisani+ abo bagulayo kuso, nize niqhubeke nibaxelela ukuba, ‘Ubukumkani+ bukaThixo busondele kuni.’
11 Bobakho, Yehova, ubukhulu+ namandla+ nobuhle+ nokubalasela+ nesidima;+ kuba yonk’ into esemazulwini nesemhlabeni yeyakho.+ Bobakho ubukumkani,+ Yehova, Wena uphakamileyo njengentloko yezinto zonke.+
23 Wandula ke walijikeleza+ lonke elaseGalili,+ efundisa kwizindlu zabo zesikhungu,+ eshumayela iindaba ezilungileyo zobukumkani kwaye ephilisa lonke uhlobo lwesifo+ nalo lonke uhlobo lobulwelwe ebantwini.
9 yaye philisani+ abo bagulayo kuso, nize niqhubeke nibaxelela ukuba, ‘Ubukumkani+ bukaThixo busondele kuni.’