INdumiso 146:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 UYehova uya kuba ngukumkani ukusa kwixesha elingenammiselo,+UThixo wakho, Ziyon, kwizizukulwana ngezizukulwana.+Dumisani uYa!+ Yeremiya 10:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngubani na ofanele angakoyiki,+ Kumkani weentlanga,+ kuba kukufanele oko; ngenxa yokuba phakathi kwezilumko zonke zeentlanga naphakathi kwezikumkani zazo zonke akukho namnye unjengawe.+ 1 Timoti 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ke kaloku kuye uKumkani kanaphakade,+ ongenakonakala,+ nongabonakaliyo,+ uThixo okuphela kwakhe,+ makubekho imbeko nozuko ngonaphakade kanaphakade.+ Amen.
10 UYehova uya kuba ngukumkani ukusa kwixesha elingenammiselo,+UThixo wakho, Ziyon, kwizizukulwana ngezizukulwana.+Dumisani uYa!+
7 Ngubani na ofanele angakoyiki,+ Kumkani weentlanga,+ kuba kukufanele oko; ngenxa yokuba phakathi kwezilumko zonke zeentlanga naphakathi kwezikumkani zazo zonke akukho namnye unjengawe.+
17 Ke kaloku kuye uKumkani kanaphakade,+ ongenakonakala,+ nongabonakaliyo,+ uThixo okuphela kwakhe,+ makubekho imbeko nozuko ngonaphakade kanaphakade.+ Amen.