INdumiso 50:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba zezam zonke izilwanyana zasendle ezisehlathini,+Amarhamncwa asezintabeni eziliwaka.+ Isaya 43:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Irhamncwa lasendle liya kundizukisa,+ oodyakalashe neenciniba;+ ngenxa yokuba ndiya kuvelisa amanzi entlango,+ nemilambo enkqantosini, ukuze ndiseze abantu bam, onyuliweyo wam,+
20 Irhamncwa lasendle liya kundizukisa,+ oodyakalashe neenciniba;+ ngenxa yokuba ndiya kuvelisa amanzi entlango,+ nemilambo enkqantosini, ukuze ndiseze abantu bam, onyuliweyo wam,+