INdumiso 109:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ndincede, Yehova Thixo wam;+Ndisindise ngokobubele bakho bothando.+ Mateyu 27:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Ukholose ngoThixo; makamhlangule+ ngoku ukuba uyamfuna, kuba wathi, ‘NdinguNyana kaThixo.’”+ 1 Timoti 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba kungenxa yoko le nto sisebenza nzima yaye siyazibhokoxa,+ ngokuba sibeke ithemba lethu+ kuThixo ophilayo, onguMsindisi+ wazo zonke iintlobo zabantu,+ ngokukodwa abo bathembekileyo.+
10 Kuba kungenxa yoko le nto sisebenza nzima yaye siyazibhokoxa,+ ngokuba sibeke ithemba lethu+ kuThixo ophilayo, onguMsindisi+ wazo zonke iintlobo zabantu,+ ngokukodwa abo bathembekileyo.+