Genesis 50:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Nina, nacinga ububi ngam. Ke yena uThixo wacinga okulungileyo ngenjongo yokwenza njengoko kwenzekile namhla, ukuba kusinde abantu abaninzi.+ Roma 8:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 ngenxa yokuba abo aye wabanika ingqalelo yakhe yokuqala+ ukwabamisela kwangaphambili+ ukuba bafane+ nomfanekiselo+ woNyana wakhe, ukuze abe lizibulo+ phakathi kwabazalwana abaninzi.+
20 Nina, nacinga ububi ngam. Ke yena uThixo wacinga okulungileyo ngenjongo yokwenza njengoko kwenzekile namhla, ukuba kusinde abantu abaninzi.+
29 ngenxa yokuba abo aye wabanika ingqalelo yakhe yokuqala+ ukwabamisela kwangaphambili+ ukuba bafane+ nomfanekiselo+ woNyana wakhe, ukuze abe lizibulo+ phakathi kwabazalwana abaninzi.+