Genesis 50:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko ke musani ukoyika. Ndiza kunibonelela ngokutya+ nina nabantwana benu.” Ngaloo ndlela wabathuthuzela, wathetha nabo ebaqinisekisa. Mateyu 18:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 UYesu wathi kuye: “Ndithi kuwe, kungekhona, Ukusa kwizihlandlo ezisixhenxe, kodwa, Ukusa kwizihlandlo ezingamashumi asixhenxe anesixhenxe.+ Efese 4:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kodwa yibani nobubele+ omnye komnye, nibe nemfesane,+ nixolelane ngesisa kanye njengokuba noThixo wanixolelayo ngesisa ngaye uKristu.+
21 Ngoko ke musani ukoyika. Ndiza kunibonelela ngokutya+ nina nabantwana benu.” Ngaloo ndlela wabathuthuzela, wathetha nabo ebaqinisekisa.
22 UYesu wathi kuye: “Ndithi kuwe, kungekhona, Ukusa kwizihlandlo ezisixhenxe, kodwa, Ukusa kwizihlandlo ezingamashumi asixhenxe anesixhenxe.+
32 Kodwa yibani nobubele+ omnye komnye, nibe nemfesane,+ nixolelane ngesisa kanye njengokuba noThixo wanixolelayo ngesisa ngaye uKristu.+