IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 21:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 ngoko ke mhla ibanika ilifa lento enayo oonyana bayo, ayivumelekanga ukuba imisele unyana wothandwayo njengezibulo esikhundleni sonyana wothiyiweyo, olizibulo.+

  • 2 Korinte 12:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Khangelani! Esi sisihlandlo sesithathu+ ndilungele ukuza kuni, yaye andizi kuba luxanduva. Kuba ndifuna, kungekhona izinto zenu,+ kodwa nina; kuba asingobantwana+ abafanele ukuqwebela abazali babo, kodwa ngabazali abafanele baqwebele abantwana babo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share