Genesis 39:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko wambamba ngesambatho sakhe,+ esithi: “Ndilale!”+ Kodwa wasishiya isambatho sakhe esandleni sakhe waza wasaba, waphumela phandle.+ IMizekeliso 7:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ukuze kukulinde emfazini wasemzini+ onelizwi eligudileyo.+ IMizekeliso 22:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Umlomo womfazi wasemzini ngumhadi onzulu.+ Oqalekiswa nguYehova uya kuwela kuwo.+ IMizekeliso 23:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kuba unongogo ngumhadi+ onzulu yaye umfazi wasemzini liqula elimxinwa. 1 Korinte 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Intoni! Anazi na ukuba abantu abangengomalungisa abayi kubudla ilifa ubukumkani bukaThixo?+ Ningalahlekiswa. Abahenyuzi,+ nabanquli-zithixo,+ nabakrexezi,+ namadoda agcinelwe iinjongo ezingezozamvelo,+ namadoda alala namadoda,+ 1 Korinte 6:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Sabani kulo uhenyuzo.+ Sonke esinye isono asenokusenza umntu singaphandle komzimba wakhe, kodwa lowo uqhelisela uhenyuzo wona nxamnye nomzimba wakhe.+
12 Ngoko wambamba ngesambatho sakhe,+ esithi: “Ndilale!”+ Kodwa wasishiya isambatho sakhe esandleni sakhe waza wasaba, waphumela phandle.+
9 Intoni! Anazi na ukuba abantu abangengomalungisa abayi kubudla ilifa ubukumkani bukaThixo?+ Ningalahlekiswa. Abahenyuzi,+ nabanquli-zithixo,+ nabakrexezi,+ namadoda agcinelwe iinjongo ezingezozamvelo,+ namadoda alala namadoda,+
18 Sabani kulo uhenyuzo.+ Sonke esinye isono asenokusenza umntu singaphandle komzimba wakhe, kodwa lowo uqhelisela uhenyuzo wona nxamnye nomzimba wakhe.+