IMizekeliso 12:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ilungisa+ aliyi kuhlelwa yinto eyenzakalisayo, kodwa abangendawo ngokuqinisekileyo baya kuzaliswa yintlekele.+ 2 Timoti 4:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 INkosi iya kundihlangula kuwo wonke umsebenzi ongendawo,+ indisindise ngenxa yobukumkani bayo basezulwini.+ Kuyo makubekho uzuko ngonaphakade kanaphakade. Amen.
21 Ilungisa+ aliyi kuhlelwa yinto eyenzakalisayo, kodwa abangendawo ngokuqinisekileyo baya kuzaliswa yintlekele.+
18 INkosi iya kundihlangula kuwo wonke umsebenzi ongendawo,+ indisindise ngenxa yobukumkani bayo basezulwini.+ Kuyo makubekho uzuko ngonaphakade kanaphakade. Amen.