IMizekeliso 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Iinyawo zakhe zihlela ekufeni.+ Amanyathelo akhe abambelela eShiyol.+ IMizekeliso 5:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Uya kufa ngenxa yokungabikho kwengqeqesho,+ nangenxa yokuba uhamba ebhadula ebuninzini bobudenge bakhe.+ IMizekeliso 9:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kodwa akazi ukuba abo bangenamandla basekufeni apho, ukuba abo babizwa lilo basezinzulwini zeShiyol.+ Efese 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba niyakwazi oku, niqonda ngokwenu, ukuba akukho mhenyuzi+ namntu ungahlambulukanga namntu ubawayo+—okuthetha ukuba ngumnquli-zithixo—unelifa ebukumkanini bukaKRISTU noThixo.+
23 Uya kufa ngenxa yokungabikho kwengqeqesho,+ nangenxa yokuba uhamba ebhadula ebuninzini bobudenge bakhe.+
18 Kodwa akazi ukuba abo bangenamandla basekufeni apho, ukuba abo babizwa lilo basezinzulwini zeShiyol.+
5 Kuba niyakwazi oku, niqonda ngokwenu, ukuba akukho mhenyuzi+ namntu ungahlambulukanga namntu ubawayo+—okuthetha ukuba ngumnquli-zithixo—unelifa ebukumkanini bukaKRISTU noThixo.+