Hebhere 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba kangangemihla embalwa babesiqeqesha ngokoko kwakubonakala kulungile kubo,+ kodwa yena wenjenjalo ngenxa yengenelo yethu ukuze sibe nenxaxheba kubungcwele bakhe.+
10 Kuba kangangemihla embalwa babesiqeqesha ngokoko kwakubonakala kulungile kubo,+ kodwa yena wenjenjalo ngenxa yengenelo yethu ukuze sibe nenxaxheba kubungcwele bakhe.+