IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 6:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngenxa yoko uYehova wabona ukuba ububi bomntu bandile emhlabeni yaye zonke iingcamango+ zentliziyo yakhe zityekele ebubini ngalo lonke ixesha.+

  • INdumiso 36:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Uqhubeka eceba okwenzakalisayo emandlalweni wakhe.+

      Uzimisa endleleni engalunganga.+

      Akakugatyi okubi.+

  • 1 Korinte 10:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ke kaloku ezi zinto zaba yimizekelo yethu, ukuze thina singabi ngabantu abanqwenela izinto ezimbi,+ njengoko bona bazinqwenelayo.

  • Galati 6:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ningalahlekiswa:+ UThixo akanakwenziwa intlekisa.+ Loo nto ayihlwayelayo umntu, uya kuvuna kwayona;+

  • Yakobi 4:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Okanye ngaba nicinga ukuba isibhalo sifane nje satsho ukuthi: “Umoya+ ohleli ngaphakathi kwethu uyaqhubeka ukhweleta”?

  • 1 Yohane 2:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 kuba konke okusehlabathini+—inkanuko yenyama+ nenkanuko yamehlo+ nokuqhayisa ngezinto zobu bomi+—akuphumi kuBawo, kodwa kuphuma ehlabathini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share