IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INtshumayeli 7:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Intliziyo yabazizilumko isendlwini yabazilileyo,+ kodwa intliziyo yesiyatha isendlwini yemihlali.+

  • Luka 15:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kamva, emva kweentsuku ezingeninzi, unyana omncinane wahlanganisela ndawonye zonke izinto, wahambela kwenye indawo kwilizwe elikude, waza apho wayisafaza impahla yakhe ngokuphila ubomi bokurheletya.+

  • 2 Timoti 3:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 abangcatshi,+ abaneentloko ezilukhuni, abakhukhumele likratshi,+ abathandi beziyolo kunokuba bathande uThixo,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share