IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 14:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 Noko ke, banyanzelisa ukunyuka baye encotsheni yentaba,+ kodwa ayiphumanga enkampini yona ityeya yomnqophiso kaYehova kunye noMoses.+

  • Estere 6:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kamva ukumkani wathi: “Ngubani na osentendelezweni?” Ke kaloku uHaman wayeze entendelezweni+ yendlu kakumkani ukuze athi kukumkani makaxhome uMordekayi esibondeni+ awayesilungiselele yena.

  • IMizekeliso 16:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ikratshi liphambi kokuwa,+ yaye umoya wekratshi uphambi kokukhubeka.+

  • Yakobi 4:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kodwa ngoku niqhayisa ngokuzigwagwisa kwenu ngokuzidla.+ Konke ukuqhayisa okunjalo kungendawo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share