IMizekeliso 12:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngumlebe wenyaniso+ oya kumiselwa ngokuqinileyo ngonaphakade,+ kodwa ulwimi lobuxoki luya kuba lolwephanyazo.+ Mateyu 7:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “Ngoko ke wonk’ ubani owevayo la mazwi am aze awenze uya kufaniswa nendoda eyingqondi, eyakha indlu yayo phezu kolwalwa.+
19 Ngumlebe wenyaniso+ oya kumiselwa ngokuqinileyo ngonaphakade,+ kodwa ulwimi lobuxoki luya kuba lolwephanyazo.+
24 “Ngoko ke wonk’ ubani owevayo la mazwi am aze awenze uya kufaniswa nendoda eyingqondi, eyakha indlu yayo phezu kolwalwa.+