IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 1:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 nyana wam, musa ukuhamba nabo endleleni.+ Lunqande unyawo lwakho endleleni yabo.+

  • IMizekeliso 4:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Yiphephe,+ ungadluli ngakuyo;+ phambuka kuyo, uze udlule.+

  • 1 Yohane 5:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Siyazi ukuba bonke abantu abazelwe nguThixo+ abasiqheliseli isono, kuba Lowo+ uzelweyo nguThixo ungumlindi wabo, ngoko ke ongendawo akanandlela yakubambelela nkqi kubo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share