IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 5:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Nyana wam, nikela ingqalelo kubulumko bam.+ Iindlebe zakho uzithobele ukuqonda kwam,+

  • IMizekeliso 13:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ohamba nezilumko uya kuba sisilumko naye,+ kodwa osebenzisana neziyatha uya kuhlelwa bububi.+

  • Isaya 55:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Thobani indlebe yenu,+ nize kum.+ Phulaphulani, yaye umphefumlo wenu uya kuhlala uphila,+ kwaye ndiya kukulungela ukwenza umnqophiso+ nani ohlala ngokungenammiselo ngokuphathelele ububele bothando obuthembekileyo bukaDavide.+

  • Mateyu 17:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngoxa wayesathetha, khangela! ilifu eliqaqambileyo labasibekela, yaye, khangela! kwaphuma ilizwi efini, lisithi: “Lo nguNyana wam, oyintanda, endikholisiweyo nguye;+ mphulaphuleni yena.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share