IMizekeliso 13:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ohamba nezilumko uya kuba sisilumko naye,+ kodwa osebenzisana neziyatha uya kuhlelwa bububi.+ 1 Korinte 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Isizathu senu sokuqhayisa+ asisihle. Anazi na ukuba igwele elincinane libilisa+ intlama iphela?+