Genesis 43:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Bambekela yedwa, bababekela bodwa bona, bawabekela odwa namaYiputa awayesidla naye; ngokuba amaYiputa ayengenakudla isidlo namaHebhere, kuba yinto ecekisekayo leyo kumaYiputa.+
32 Bambekela yedwa, bababekela bodwa bona, bawabekela odwa namaYiputa awayesidla naye; ngokuba amaYiputa ayengenakudla isidlo namaHebhere, kuba yinto ecekisekayo leyo kumaYiputa.+