Luka 2:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Yaye uYesu waqhubeka esenza inkqubela ebulumkweni+ nasekukhuleni ngomzimba nasekukholekeni kuThixo nasebantwini.+ 2 Korinte 8:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba “senza ilungiselelo lokunyaniseka, kungekuphela nje emehlweni kaYehova, kodwa kwanasemehlweni abantu.”+
52 Yaye uYesu waqhubeka esenza inkqubela ebulumkweni+ nasekukhuleni ngomzimba nasekukholekeni kuThixo nasebantwini.+
21 Kuba “senza ilungiselelo lokunyaniseka, kungekuphela nje emehlweni kaYehova, kodwa kwanasemehlweni abantu.”+