Filipi 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngako oko, ndikwazigqala zonke izinto ziyilahleko ngenxa yexabiso eligqwesileyo lolwazi olungoKristu Yesu iNkosi yam.+ Ngenxa yakhe ndiye ndalahlekelwa zizinto zonke yaye ndizigqala njengenkunkuma eninzi,+ ukuze ndimzuze uKristu 1 Yohane 2:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngapha koko, ihlabathi liyadlula nenkanuko yalo,+ kodwa lowo wenza ukuthanda+ kukaThixo uhleli ngonaphakade.+
8 Ngako oko, ndikwazigqala zonke izinto ziyilahleko ngenxa yexabiso eligqwesileyo lolwazi olungoKristu Yesu iNkosi yam.+ Ngenxa yakhe ndiye ndalahlekelwa zizinto zonke yaye ndizigqala njengenkunkuma eninzi,+ ukuze ndimzuze uKristu
17 Ngapha koko, ihlabathi liyadlula nenkanuko yalo,+ kodwa lowo wenza ukuthanda+ kukaThixo uhleli ngonaphakade.+